Kususela oko kwabakho unyulo luka wonke wonke ngonyaka ka 1994. Wonke umntu weli wabanethemba lokuba, iMpumelelo yeANC izakuzisa utshintsho kumntu wonke, ingakumbi kwabo ikati yayisakulala eziko. kwaqala kwakhona nokukhanya apho abantu nabo bekwazi ukuhlaba ikhwelo, bahlale tafileni nye noRhulumente babonisane ngenqubela phambili, nendlela ekungaphuculwa ngayo ubomi babo. Iqengqelekile iminyaka yafika kumashumi amabini nento, uxhuzula imakhala … Continue reading ANC MAYOHLUKANE NOKUBA ZIZICIMA-MLILO